Indlu kaMpukwana

Mouse looks at a yellow house in the distance.

UMpukwana wayekhangela indlu.

The front door is ajar. Mouse looks inside.

Le ikhangeleka ngathi yindlu entle.

A black puppy with a long tongue invites Mouse to join him.

“Ungeza kulala kunye nam,” watsho uNjanana.

“Enkosi,” watsho uMpukwana.

Mouse sleeps in a pool of mud.

Ngobo busuku, uMpukwana wayephupha kuxhunywa-xhunywa, abantu bezibhuqa-bhuqa eludakeni.

A colourful parrot on a perch invites Mouse to join him.

Ungeza kulala kunye nam,” watsho uSikhwenene.”

“Enkosi,” watsho uMpukwana.

Mouse sleeps in a wild forest.

Ngobo busuku uMpukwana waphupha kungxolwa kukho ubundlongondlongo.

A goldfish swimming in a tank invites Mouse to join him.

Ungeza kulala kunye nam,” watsho uNtlanzi.

“Enkosi,” watsho uMpukwana.

Mouse sleeps underwater surrounded by fish and seaweed.

Ngobo busuku uMpukwana waphupha kubanda kwaye kumanzi.

Mouse dashes past the skirting boards.

UMpukwana wayefuna indawo efudumeleyo neyomileyo.

Mouse perches on a couch in front of the fireplace.

A beautiful bookshelf.

UMpukwana wafumana ishelufa ezele ziincwadi kufutshane apho.

Mouse sleeps peacefully.

Ngobo busuku uMpukwana waphupha kufudumele kwaye kumnandi.

Busuku benzolo, Mpukwana.