USloth Vilavoco

Mr Sloth is sleepy and yawning.

Ngenye imini, kwafika uSloth Vilavoco endwendwele.

Wathi, “Ndiyozela! Ndifuna isebe elihle, endingalala kulo!”

Mr Sloth starts climbing the tree.

“Ndilichule lokugwencela. Ukujinga yinto endiyaziyo.

Kodwa ukulala, yeyona yona nto ndiyithandayo!”

Mr Sloth spots a branch. Is that a big ear nearby?

“Eli sebe likhangeleka lilungile! Ndicinga ukulala kulo.

Wena? Ingaba awutsho ukuba yingcinga efanelekileyo leyo?”

A giraffe bites Mr Sloth by mistake!

“Hayi ndiyala, Sloth Vilavoco! Kukho indlulamthi etya apho!

Iya kucinga ukuba ulisebe lomthi, ze iqalise ukutya uboya bakho!”

Mr Sloth spots a branch. There are a few bees flying around.

“Eli sebe likhangeleka lilungile! Ndicinga ukulala kulo.

Wena? Ingaba awutsho ukuba yingcinga efanelekileyo leyo?”

Bees fly out of a beehive around Mr Sloth!

“Hayi ndiyala, Sloth Vilavoco! Kukho indlu yeenyosi apho!

Soze ulale lelo bubu leenyosi zibhubhuzela apho!”

Mr Sloth spots a branch. There is a tail nearby.

“Eli sebe likhangeleka lilungile! Ndicinga ukulala kulo.

Wena? Ingaba awutsho ukuba yingcinga efanelekileyo leyo?”

Mr Sloth grabs snake by mistake!

“Hayi ndiyala, Vilavoco Sloth. Yinyoka leyo.

Ayilosebe elo! Usizana lwenyoka. Ulothusile noko.”

Mr Sloth spots a branch. There are feet nearby.

“Eli sebe likhangeleka lilungile! Ndicinga ukulala kulo.

Wena? Ingaba awutsho ukuba yingcinga efanelekileyo leyo?”

A hadeda is squawking loudly there!

“Hayi ndiyala, Vilavoco Sloth. Kukho intaka eculayo apho.

Soze ulale yiloo ngxolo ilapho!”

Mr Sloth climbs to the top of the tree and smiles.

“Zama ukunyuka uye kwelinye isebe, Vilavoco Sloth!” batsho bonke.

Kanti ke elo yayilelona sebe limlungeleyo, njengoko nabo batshoyo bebonke.

Mr Sloth and the animals are all sleeping nicely in the tree together.

Intaka nenyoka, indlulamthi nenyosi nganye-nganye, bakuvuyela ukundwendwelwa nguVilavoco Sloth, emthini wabo.