Ingaba Ukhona Omnye Ofana Nam?

Donkey lies on the grass and wonders to herself.

Ndiyacinga ukuba ukhona ondim nakweyiphina indawo ehlabathini.

She leans over the river bank and gazes at herself in the water. She brays loudly across the cliffs.

Okhangeleka ngokufanayo.

Nothetha ngokufanayo.

Donkey stands next to Hippo and Mouse and they compare their curly tails.

Nonamafongqofongqo afana nawam kananjalo.

Donkey looks up at her pointy ears with her big green eyes. Donkey laughs.

Omnye onamehlo am kunye neendlebe zam.

Nonokuhleka okunjengokwam kananjalo.

Donkey and Hyena jump over the rocks.

Ongenza into endingayenza…

Monkey peels a banana. Donkey and Guinea Fowl look at the banana. They are confused.

… nongenako ukwenza endingeko ukukwenza.

Donkey is at the park. She peers around a tree.

Ndiye ndakhangela kwaye ndakhangela yonke indawo ukuba ndifumane omnye ondim.

Ndiye ndehla ndaya epakini kwaye ndakhangela emva kwemithi.

Donkey looks closely at Bird in her nest and Mouse in his hole.

Ndikhangele konke okundingqongileyo, phezulu nasezantsi…

Donkey examines Buffalo, Giraffe and Elephant across the watering hole

… kubo bonke ubuso.

Donkey looks at her own shadow.

Andikwazanga ukufumana omnye ondim nakweyiphina indawo.

Donkey smiles and all the other animals smile too.

Kukho ondim omnye kuphela ehlabathini!

Ndindodwa, oh yinyaniso!

Donkey winks.

Kodwa nje ingendim, awuboni?

Kukho omnye kuphela onguwe!