Ukuhamba kunye

A mother and her young daughter walk away from their rondawel.

Xa sihamba sihamba kunye kwaye indlela inde, sizakuhamba kunye sicula ingoma.

They walk far down the road. They walk towards the hills.

Ndinawe, nawe unam. Uhambo lumnandi nosapho lwethu.

They see a mother hen with a chick under her wing.

Ndizakukugcina umfumamfuma okwemazi yesikhukukazi. Igcina amantshontsho ayo efudumele ngaphantsi kwephiko layo.

They see a man walking in the rain. He wears a traditional straw hat.

Xa imvula iqalisa ukuna ukusuka esibhakabhakeni, njengalamnqwazi umhle ndizakugcina ubuso bakho bomile.

The mother and child stand under a rock and watch the rain fall.

Xa isaqhwithi samafu sibanomsindo kwaye simbimbozela kwaye sigcuma, qina, ukhalela ntoni? Awukho wedwa.

They see a big waterfall.

Sihamba kunye ngoko ke soze sibenesithukuthezi. Jonga phezulu! Jonga okusirhangqileyo! Bona apho apho sihlole khona!

They see a donkey carrying sticks on its back. It also wears a traditional straw hat!

Ukuba ubona into ehlekisayo kuhle ukubona, andifuni ukuyiphosa. Nceda wabelane ngayo nam!

They arrive at the clinic building.

Ukuba iinyawo zakho ziqalisa ukubabuhlungu ukusuka kumgama esiwugqithileyo, ungakhathazeki, siphumelele! Nantsi ikliniki ekugqibeleni.

The clinic sister check's the girl's heart, ears and throat.

Sonke kufuneka sihlole imiqala yethu, imiphunga kunye neendlebe. Yomelela njengokuba ukhula, asikho isizathu seenyembezi.

The clinic sister checks her mother's blood pressure.

DUcinga ukuba kuyothusa? Iza, ubambe isandla sam. Uzakukuhlolela uxinzelelo lwegazi ngelibhanti lengalo likrelekrele.

The mother and daughter leave the clinic. Mother is carrying a bag of medicine. They are both smiling.

Basinika amayeza ethu, sixelele ngento ekufuneka siyazile ukuzigcina sisempilweni. Ngoku siyahamba siya ekhaya.

It is night time. Mother tucks the little girl into her bed.

Kufanelekile ukudinwa, kuninzi esikubonileyo Ngoku lixesha lakho lokulala. Ulale kakuhle kwaye ubenamaphupha amnandi.